Mnguni, Qwabe, Mpangazitha,
Gumede, Qwabe, Mnguni kaYeyeye, Khondlo, OSidlabehlezi bakaPhakathwayo
Dlaba,Shukulasidludle, Mnomiya, Dludle
Makhombothi, Ntumbeza kaNtunzi, Khambule, Mzilankatha, Shezi, Magidla
Mduma, Mbengo, Gabela, Zotsho.
Cethe, Mlanjana, Bhurhuma, Ncenceza, Mbambo zinomongo, yint’ety’inyama ekrwada, uHani, malahl’aluthuthu ayatshisa wawanyathela ungafa
Dlamini, Jama kaSjadu, Mabetshe, Bhanise, Ngxib'inoboya, Fakade, khatsini, mtikitiki, nomana ndab'azithethwa intsuku ngentsuku, bhengu, nonyathi
Miya, Sibewu, Sijekula, Salakulandelwa
Gcwanini, Sibewu, Sijekula, Salakulandelwa
Zizi, Jama kaSjadu, Mabetshe, Bhanise, Ngxib'inoboya, Fakade, khatsini, mtikitiki, nomana ndab'azithethwa intsuku ngentsuku, bhengu, nonyathi
Help us build the biggest Clan Names directory in Africa!
More than 90 Clan Names... defined by people like you and me!