Chiya

ooGalweni, ooChiya wohlanga, Sodladla, Magangadz' udonga kuvuleke indlela ,cwangu cwangu


Chizama

Cethe, Mlanjana, Bhurhuma, Ncenceza, Mbambo zinomongo, yint’ety’inyama ekrwada, uHani, malahl’aluthuthu ayatshisa wawanyathela ungafa


Cethe

Chizama, Mlanjana, Bhurhuma, Ncenceza, Mbambo zinomongo, yint’ety’inyama ekrwada, uHani, malahl’aluthuthu ayatshisa wawanyathela ungafa




© 2020 Africtionary®