Mbathane

Mkhuma, Mbathane, Xesibe, Matshaya


Mnune

Xesibe, Doyi, Nondzaba, Khandanawana, Mbathane.


Gatyeni

Mamali
Ndondela
Nkomo Zibomvu


Khwalo

Mzangwa, Ncuthu, Mlanjana, Mpondozephela, Ungqoqwana, Sohebese


Tshawe

Khawutha, Mdange, Tshiwo, Nkosi Yamntu, Ngcwangu


Krila

Thangana, Bodlinja, Mbamba, Rhaso, Mbombo


Thangana

Bodlinja, Mbamba, Krila, Rhaso, Mbombo


Qocwa

Zikhali Mazembe, Jojo, Tiyeka, Butsolo Beentonga, Mbizana, Mabombo


Gambu

Memela, Msuthu Nontuli, Ngwekazi


Chiya

ooGalweni, ooChiya wohlanga, Sodladla, Magangadz' udonga kuvuleke indlela ,cwangu cwangu




© 2020 Africtionary®