Gcaba

Nombela, Mbitamkhono, Gcithima, Mabhebha aze aqethuke njengesphongo sembuti, Ngwane, Thembela, Msubo


Nkwali

Bhukula, Mkhwanazi, Nkwali ye Nkosi


Shweme

Gqagqane, Limakhwe, Zilamkhonto, Mfene, Hlathi, Jambase, Ngangamsholo Ngcebetsha, Malilelwa zintombi


Xesibe

Nxanda kaXesibe, Mnune Mkhuma, Nondzaba, Mbathane, Nondize, Bhelesi


Ntlane

Mfusana, Ndendela, Gxididi


Mdletshe

Ngomane, Msindazwe, Mfuyi wamatshe abanye befuye izinkomo, Mfusi kaMawewe, Mnomo


Thangana

Bodlinja, Mbamba, Krila, Rhaso, Mbombo


Zuma

Nxamalala, Msholozi, Mafahleni


Bhukwana

ooMbara, Mtshobo, Phaphulengonyama, Into ezingaphathwa mntu ngoba zizinkosi ngokwazo


Maduna

Gubevu, Nokhala




© 2020 Africtionary®