Clan of the Day [11 Oct 2026]

Chiya

ooGalweni, ooChiya wohlanga, Sodladla, Magangadz' udonga kuvuleke indlela ,cwangu cwangu


Thangana

Bodlinja, Mbamba, Krila, Rhaso, Mbombo


Wushe

Mjoli, Phathwa, Wushe, Qubulashe, Mthsi owathsi ukuwa wabhekisa amasebe eThukela, Nonkasa, Mbedu, omaphungel� esosini amakomitshi ekhona, masindza ngonwalu itizwana tisindza ngobulongwe, Godongwana kaMjoli ka Bekwa kaWushe ka Lufulwenja kaMageba.


Nxuba

Mduma, Rhudulu, Mngcengane


Tshonyane

Chungwa, Dikiza, Sawu, Tota, Simke, Khwane, Hani, Zulu, Mthuzimele, Gqunukhwebe, Nkomo z'bomvu


Zulu

Mageba
Mntwana


Shweme

Gqagqane, Limakhwe, Zilamkhonto, Mfene, Hlathi, Jambase, Ngangamsholo Ngcebetsha, Malilelwa zintombi


Khumalo

Mntungwa, Mbulaz'omnyama, Nina bakaBhej'eseNgome


Qwabe

Mnguni wakoYeyeye, Phakathwayo, Mlanduli


Nozulu

Thukela, Mchumane, Mbanguba, Kheswa, Mpangazitha, Macocobela yena onempundu ezincinci ezifuna uncanyiswa, Qhudeni, Mvelase, Mathibane, Ngoza, Sonyangashe


Mgiqwa

Mvamba, Jingqi, Jikijwa




© 2020 Africtionary®