Clan of the Day [29 May 2026]

Nyanda

Nyanda yemkhonto, Maphunga, Sota, Msangula kuyasa, Lukhwashu, Malambedlile


Mpovane

Siwela, Vitsheka, Matalankosi, Songiwe, Nomlakalakane, Gubudza Nyamana


Mpemvu

uJali ,uJuda, uNtlotshane, Bumela, uNgciva


Mpinga

Senzwa, Mawawa, Wawuzile, Bholokoqoshe, Ntoyomntwana ingaphuma uboya ilingene abadala, ingaxhonywa exhantini seyiyeyezinja


Zuma

Nxamalala, Msholozi, Mafahleni


Mgiqwa

Mvamba, Jingqi, Jikijwa


Madiba

Dlomo, Yem-Yem, Vela bambhentsele, Sophitsho, Ngqolomsila, Tubhana, Qhumpase, Ntande, MThembu, Ncikoza, Mtshikilana, Malangana, Bhomoyi.


Chizama

Cethe, Mlanjana, Bhurhuma, Ncenceza, Mbambo zinomongo, yint’ety’inyama ekrwada, uHani, malahl’aluthuthu ayatshisa wawanyathela ungafa


Qocwa

Zikhali Mazembe, Jojo, Tiyeka, Butsolo Beentonga, Mbizana, Mabombo


Mlotshwa

Makhombothi, Ntumbeza kaNtunzi, Khambule, Mzilankatha, Shezi, Magidla


Jili

ooMaseng' inkomo noba ilele ngenxayokuthsandza intusi




© 2020 Africtionary®