Clan of the Day [06 Apr 2026]

Gxarha

Cwerha, Vambane, Mahlahla, Mlawu, Potwana


Silangwe

Ndukude, Siwisa, Ntobela, Bholokodlela, Ntshwenga, Ntamonde


mbhele

Dzanibe


Qadi

Dosini, Mqadi, Ngqwili, Nondlobe,Ngcwina, Ngwenya


Gambu

Memela, Msuthu Nontuli, Ngwekazi


Mjoli

Quashed, wushe, nonina.


Nxasana

NguSikonza, uNxasana, uTotoba, uDunjane, uMalilelwaziintombi zithi ndizeke, adinamama andinatata, uBhili, uMagazo, uLunguza, gastyeketye umbona obomvu othandwa ngabantwana


Dontsa

NoDlidlu, oNoDlabathi, oSwahla, Mntungwa, uNdukuMkhonto, uShembe, bath' uDontsa akananyongo kant' abayibon' uba igqunywe ngesbhadlalala so mhlehlo


Rhadebe

Mthikhulu, Bhungane, Ngelengele, Ndlebe zintle zombini, Mafuza fulele okwelifu lemvula


Nyawuza

Faku ofakayo, ungathi uyifakile kanti uyikade eboyeni, Yindlana, Dakhile, Thahla, Ndayeni, Mpondo, Hlamba ngobubend'amanz'ekhona


Jojo

Zikhali, Tiyeka, Butsolo bentonga, Mbizana




© 2020 Africtionary®