Clan of the Day [05 Feb 2026]

Qwabe

Mnguni wakoYeyeye, Phakathwayo, Mlanduli


Qhinebe

Gqugqugqu, Zithonga-zithathu, Haha, Njemnyama, Nondela, Phazima, Mpondomise, Mlunjwa, Phalela, Mkhomanzi, Duka namahlathi, Umth' omde owavelela eHoyita!


Mgiqwa

Mvamba, Jingqi, Jikijwa


Sithathu

Chisana, Ndebe, Hase


Mjoli

Quashed, wushe, nonina.


Chizama

Cethe, Mlanjana, Bhurhuma, Ncenceza, Mbambo zinomongo, yint’ety’inyama ekrwada, uHani, malahl’aluthuthu ayatshisa wawanyathela ungafa


Miya

Gcwanini, Sibewu, Sijekula, Salakulandelwa


Mgcina

Xhamela, Helushe, Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile, Nokwindla, Thyopho


Jili

ooMaseng' inkomo noba ilele ngenxayokuthsandza intusi


Gxarha

Cwerha, Vambane, Mahlahla, Mlawu, Potwana


Zulu

Ntombela, Mahlahlula emaduneni, Tshaka




© 2020 Africtionary®