Clan of the Day [22 Jun 2026]

Dontsa

NoDlidlu, oNoDlabathi, oSwahla, Mntungwa, uNdukuMkhonto, uShembe, bath' uDontsa akananyongo kant' abayibon' uba igqunywe ngesbhadlalala so mhlehlo


Tshawe

Khawutha, Mdange, Tshiwo, Nkosi Yamntu, Ngcwangu


Tyani

Mduma, Mbengo, Gabela, Zotsho.


Qocwa

Zikhali Mazembe, Jojo, Tiyeka, Butsolo Beentonga, Mbizana, Mabombo


Skhomo

Umntu womlambo,Tshangisa, Mhlatyana, Rhudulu, uNxub'ongafiyo ofa ngokuvuthelwa, Mngwevu, Jola, Manz'amnyama


Sukwini

Dibashe, Lawu


Cethe

Chizama, Mlanjana, Bhurhuma, Ncenceza, Mbambo zinomongo, yint’ety’inyama ekrwada, uHani, malahl’aluthuthu ayatshisa wawanyathela ungafa


Mncotshe

Ndala, Ndala ka Momamana, Msunu, Sdumbu, Thole, Ngxunga Smukumuku, Rhama ngezembe, Ndithinina


Krila

Thangana, Bodlinja, Mbamba, Rhaso, Mbombo


Tshabalala

Mshengu, Sobhuza, Sdwaba, Sihlabathi simhlophe, Mavuso, Lidonga, Hlongwane


Mkhize

Khabazela kaMavovo, Gcwabe, Gubhela, Mumbo omhlophe, Wena waseMbo




© 2020 Africtionary®