Clan of the Day [22 Jun 2026]

Dontsa

NoDlidlu, oNoDlabathi, oSwahla, Mntungwa, uNdukuMkhonto, uShembe, bath' uDontsa akananyongo kant' abayibon' uba igqunywe ngesbhadlalala so mhlehlo


Mpinga

Senzwa, Mawawa, Wawuzile, Bholokoqoshe, Ntoyomntwana ingaphuma uboya ilingene abadala, ingaxhonywa exhantini seyiyeyezinja


Kheswa

noZulu, Mpafane, Mchumane, Mpangazitha, Macocobela, Mbanguba, Thukela


Skhomo

Umntu womlambo,Tshangisa, Mhlatyana, Rhudulu, uNxub'ongafiyo ofa ngokuvuthelwa, Mngwevu, Jola, Manz'amnyama


Krila

Thangana, Bodlinja, Mbamba, Rhaso, Mbombo


Mdlalose

Nyanda wephahla, Khwenta, Madlula, Mgabashe, Phangakufa, Dikane


Qadi

Dosini, Mqadi, Ngqwili, Nondlobe,Ngcwina, Ngwenya


Ndlangisa

Thole, Gqagqane, Mcaca, Buzini, Welane, Ndlangisa, Nkonjane, Mfingo, Thombeni, Mzimshe, Lwandl aluwelwa, luwelwa ziNkonjane zona ma phiko made, uMpundeshe, uKhweleta, uDuma


Sithole

Jobe, Mondisa, Maphitha, Nyama kaMaqoqo


Tshawe

Khawutha, Mdange, Tshiwo, Nkosi Yamntu, Ngcwangu


Zuma

Nxamalala, Msholozi, Mafahleni




© 2020 Africtionary®