Clan of the Day [07 Aug 2026]

Zwane

Mangethe, Linda mkhonto, umafa avuke, Zikode kaPhikela, uZwane akadlelanga phansi, wadlela emkhombeni wezinyamazane, edla im'hlambi yezinkomo zamadoda


Krila

Thangana, Bodlinja, Mbamba, Rhaso, Mbombo


Qhinebe

Gqugqugqu, Zithonga-zithathu, Haha, Njemnyama, Nondela, Phazima, Mpondomise, Mlunjwa, Phalela, Mkhomanzi, Duka namahlathi, Umth' omde owavelela eHoyita!


Nozulu

Thukela, Mchumane, Mbanguba, Kheswa, Mpangazitha, Macocobela yena onempundu ezincinci ezifuna uncanyiswa, Qhudeni, Mvelase, Mathibane, Ngoza, Sonyangashe


Thangana

Bodlinja, Mbamba, Krila, Rhaso, Mbombo


Nyandeni

Mashobane, Gasela, Vumisa kaNgono


Mambi

Nxontsa ka Xesibe, uBhulingwe kuvele imamba, uNtabazikude zikuMganu, Mntshontsho, uSabela uyabizwa emazibukweni


Qadi

Dosini, Mqadi, Ngqwili, Nondlobe,Ngcwina, Ngwenya


Khanyile

Sothole, Mthiyane, Ndwandwe, Zikode, Mabhuqa, Ngwane


Mgiqwa

Mvamba, Jingqi, Jikijwa


Skhomo

Umntu womlambo,Tshangisa, Mhlatyana, Rhudulu, uNxub'ongafiyo ofa ngokuvuthelwa, Mngwevu, Jola, Manz'amnyama




© 2020 Africtionary®